NgoLwesibini, Aprili 7, 2020—ISikhumbuzo Sokufa KukaYesu
Qho ngonyaka ngexesha leSikhumbuzo, amaKristu amaninzi acingisisa ngendlela uYehova noNyana wakhe uYesu Kristu, ababonisa ngayo ukuba bawathanda kakhulu. (Yoh 3:16; 15:13) Ungasebenzisa le tshati ukuze ufumane izibhalo ezichaza izinto uYesu awazenzayo eYerusalem ngaphambi kokuba afe. Ezi zinto wazenzayo kuphinde kuthethwe ngazo nakwincwadi ethi Jesus—The Way, the Truth, the Life. Indlela akuthanda ngayo uYehova noYesu ikukhuthaza ukuba wenze ntoni?—2Ko 5:14, 15; 1Yo 4:16, 19.
UYESU UGQIBEZELA UMSEBENZI WAKHE EYERUSALEM
Ixesha |
Indawo |
Into Eyenzekayo |
Mateyu |
Marko |
Luka |
Yohane |
---|---|---|---|---|---|---|
33, Nisan 8 (Aprili 1-2, 2020) |
EBhethani |
UYesu ufika kwiintsuku ezintandathu ngaphambi kwePasika |
|
|
|
|
Nisan 9 (Aprili 2-3, 2020) |
EBhethani |
UMariya ugalela ioli entlokweni nasezinyaweni zakhe |
|
|||
EBhethani-Bhethefage-Yerusalem |
Ungena eYerusalem oyisile, ekhwele idonki |
|||||
Nisan 10 (Aprili 3-4, 2020) |
EBhethani-Yerusalem |
Ushwabulela umthi wamafiya; uphinda acoce itempile |
|
|||
EYerusalem |
Ababingeleli abaziintloko nababhali bapheka iqhinga lokubulala uYesu |
|
|
|||
UYehova uyathetha; uYesu uchaza ngokufa kwakhe; amaYuda awakholwa njengoko wayeprofetile uIsaya |
|
|
|
|||
Nisan 11 (Aprili 4-5, 2020) |
EBhethani-Yerusalem |
Isifundo kumthi wamafiya obunileyo |
|
|
||
EYerusalem, etempileni |
Kuphikiswa igunya lakhe; umzekelo woonyana ababini |
|
||||
Imizekelo: abalimi abakhohlakeleyo, itheko lomtshato |
|
|||||
Uphendula imibuzo ngoThixo noKesare, uvuko, umthetho omkhulu |
|
|||||
Ubuza igquba labantu ukuba uKristu ungunyana kaDavide na |
|
|||||
Baza kuthi shu ababhali nabaFarisi |
|
|||||
Ubona umnikelo womhlolokazi |
|
|
||||
Entabeni YemiNquma |
Uthetha ngobukho bakhe obuzayo |
|
||||
Imizekelo: iintombi ezilishumi, iitalente, iigusha neebhokhwe |
|
|
|
|||
Nisan 12 (Aprili 5-6, 2020) |
EYerusalem |
Iinkokheli zamaYuda ziceba ukumbulala |
|
|||
UYudas uyamjikela |
|
|||||
Nisan 13 (Aprili 6-7, 2020) |
Kufuphi naphakathi eYerusalem |
Ulungiselela iPasika yokugqibela |
|
|||
Nisan 14 (Aprili 7-8, 2020) |
EYerusalem |
Utya iPasika nabapostile |
|
|||
Uhlamba iinyawo zabapostile |
|
|
|
|||
UYesu uchaza ukuba uYudas uza kumjikela, emva koko uyamgxotha |
||||||
Uqalisa iSidlo SeNkosi Sangokuhlwa (1Ko 11:23-25) |
|
|||||
Uchaza kwangaphambili ukuba uPetros uza kumphika, nokuba abapostile baza kubaleka |
||||||
Uthembisa umncedi; umzekelo womthi weediliya wokwenene; uyalela ukuba bathandane; uthandaza okokugqibela nabafundi bakhe |
|
|
|
|||
EGetsemane |
Intlungu engathethekiyo emyezweni; Ukujikelwa nokubanjwa kukaYesu |
|||||
EYerusalem |
Uncinwa nguAnas; ityala lakhe lichotshelwa nguKayafa, kwiNkundla Ephakamileyo YamaYuda; uPetros uyamphika |
|||||
UYudas owajikela uYesu uyazixhoma (IZe 1:18, 19) |
|
|
|
|||
Usiwa kuPilato, asiwe kuHerode, aze abuyiselwe kuPilato |
||||||
UPilato ufuna ukumkhulula kodwa amaYuda afuna uBharabhas; ugwetyelwa ukufa kwisibonda sokungcungcutheka |
||||||
(malunga no-3:00 emva kwemini) |
EGolgotha |
Ufela kwisibonda sokungcungcutheka |
||||
EYerusalem |
Umzimba wakhe uyothulwa esibondeni uze ungcwatywe |
|||||
Nisan 15 (Aprili 8-9, 2020) |
EYerusalem |
Ababingeleli nabaFarisi bayalela ukuba kubekwe oonogada engcwabeni baze balivale |
|
|
|
|
Nisan 16 (Aprili 9-10, 2020) |
EYerusalem nakwiindawo ezikufutshane; e-Emawusi |
uYesu uyavuswa; ubonakala kubafundi bakhe kahlanu |
||||
Emva KoNisan 16 |
EYerusalem; eGalili |
Uphinda abonakale kubafundi bakhe (1Ko 15:5-7; IZe 1:3-8); uyabayalela; ubathuma ukuba bayokwenza abafundi |
|
|