Februwari 22-28
NEHEMIYA 12-13
Ingoma 106 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Izifundo Eziluncedo Esizifumana KuNehemiya”: (imiz. 10)
Neh 13:4-9—Ukuphepha unxulumano olubi (w13 8/15 3 ¶5-8)
Neh 13:15-21—Ukwenza ukuthanda kukaThixo kube yeyona nto ibalulekileyo (w13 8/15 5-6 ¶13-15)
Neh 13:23-27—Ukulondoloza UbuKristu (w13 8/15 6-7 ¶16-18)
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)
Neh 12:31—Yintoni eyayibangela ukuba kumiselwe iikwayari ezimbini? (it-2-E 454 ¶1)
Neh 13:31b—Yintoni uNehemiya awacela ukuba uYehova ayenze? (w11 2/1 14 ¶3-5)
Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?
Ufundo LweBhayibhile: Neh 12:1-26 (imiz. 4 nangaphantsi)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) Hambisa isimemo seSikhumbuzo kumntu onomdla.
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 4 nangaphantsi) Hambisa isimemo seSikhumbuzo neMboniselo kumntu onomdla nyhani. Beka isiseko sokubuyela.
Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) Cacisela isifundo ngeSikhumbuzo usebenzisa incwadi ethi Okufundiswa YiBhayibhile iphepha 206-208. Nceda isifundo sakho sikwazi ukuya.
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“Bamemele ESikhumbuzweni Bonke Abantu Abakwintsimi Yakho!”: (imiz. 15) Ingxubusho. Chaza indlela ibandla eliza kuyigubungela ngayo intsimi. Xa ukwindawo ethi “Amanyathelo Onokuwathabatha,” dlala ividiyo yeSikhumbuzo. Bakhuthaze bonke ukuba babe nenxaxheba kweli phulo baze bahlakulele umdla abawufumeneyo. Makwenziwe nomboniso.
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: ia isahl. 9 ¶14-24, nempinda yesahluko (imiz. 30)
Impinda Yeentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Eentlanganiso Zeveki Elandelayo (imiz. 3)
Ingoma 39 Nomthandazo