Januwari 9-15
ISAYA 29-33
Ingoma 123 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Ukumkani Uya Kulawula Ngobulungisa”: (imiz. 10)
Isa 32:1—UKumkani oza kulawula ngobulungisa nguYesu Kristu (w14 2/15 6 ¶13)
Isa 32:2—UYesu obekwe etroneni umisela iinkosana eziza kukhathalela umhlambi (ip-1 332-334 ¶7-8)
Isa 32:3, 4—Abantu bakaYehova bafumana uqeqesho olubanceda babe ngamalungisa (ip-1 334-335 ¶10-11)
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)
Isa 30:21—UYehova uthetha njani nabakhonzi bakhe? (w14 8/15 21 ¶2)
Isa 33:22—UYehova waba nguMgwebi, uMmisi-mthetho noKumkani wamaSirayeli nini yaye njani? (w14 10/15 14 ¶4)
Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Isa 30:22-33
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) wp17.1 umxholo ongaphandle—Phendula umninimzi onomsindo.
Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) wp17.1 umxholo ongaphandle—Funda isibhalo kwisixhobo se-elektroniki.
Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) lv 31-32 ¶12-13—Bonisa indlela yokufikelela intliziyo.
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
‘Indawo Yokuzimela Umoya’ (Isa 32:2): (imiz 9.) Dlala ividiyo.
“Phulaphula Esifundweni”: (imiz. 6) Dlala ividiyo ethi, Phulaphula Esifundweni. Emva kwevidiyo cela abantwana abambalwa baze eqongeni uze ubabuze: Yintoni enokubangela ungamameli esifundweni? Ukuba uNowa wayengammamelanga uYehova xa wayemxelela ukuba awakhe njani umkhombe, yintoni eyayinokwenzeka? Kutheni kubalulekile nje ukuba abantwana bamamele esifundweni?
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) kr isahl. 6 ¶16-24, nebhokisi ethi “Buyinto Yokwenene Kangakanani UBukumkani Kuwe?”
Impinda Yeentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Eentlanganiso Zeveki Elandelayo (imiz. 3)
Ingoma 40 Nomthandazo