Juni 11-17
LUKA 1
Ingoma 137 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Thobeka NjengoMariya”: (imiz. 10)
[Dlala ividiyo ethi, Intshayelelo KaLuka.]
Luk 1:38—Ngokuthobeka, wasamkela isabelo awayesinikiwe (ia 149 ¶12)
Luk 1:46-55—Wazukisa uYehova ngokucaphula iZibhalo (ia 150-151 ¶15-16)
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)
Luk 1:69—Luthetha ntoni “uphondo losindiso”? (ingcaciso yebinzana elithi “uphondo losindiso” elikuLuka 1:69)
Luk 1:76—UYohane umBhaptizi wayeza “kuhamba phambi koYehova” njani? (ingcaciso yebinzana elithi “uya kuhamba phambi koYehova” elikuLuka 1:76)
Yintoni oyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Luk 1:46-66
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala.
Ividiyo Yokubuyela Okokuqala: (imiz. 5) Yidlale nize nincokole ngayo.
Xa Ubuyela Okwesibini: (imiz. 3 nangaphantsi) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala.
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Iimfuno Zebandla: (imiz. 8) Usenokuxubusha ngomxholo wonyaka ka-2018. (w18.01 8-9 ¶4-7)
Okufezwe Yintlangano: (imiz. 7) Dlala ividiyo kaJuni ethi, Okufezwe Yintlangano.
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lv isahl. 9 isiqe. 1-12 nebhokisi ethi, “Indlela Endakwazi Ngayo Ukuziphatha Ngendlela Ecocekileyo” (Akunyanzelekanga ukuba umfundi weziqendu afunde ibhokisi.)
Impinda Yentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Entlanganiso Yeveki Elandelayo (imiz. 3)
Ingoma 58 Nomthandazo