Matshi 26–Aprili 1
MATEYU 25
Ingoma 128 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Hlalani Nilindile”: (imiz. 10)
Mat 25:1-6—Iintombi ezintlanu eziziingqondi neentombi ezintlanu ezizizidenge zaya kuhlangabeza umyeni
Mat 25:7-10—Iintombi ezizizidenge zazingekho xa kwakufika umyeni
Mat 25:11, 12—Ziintombi eziziingqondi ezangeniswayo kwitheko lomtshato
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)
Mat 25:31-33—Uthetha ntoni umzekeliso wezimvu neebhokhwe? (w15 3/15 26 ¶7)
Mat 25:40—Sinokubonisa njani ukuba singabahlobo nabazalwana bakaKristu? (w09 10/15 16 ¶16-18)
Yintoni oyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Mat 25:1-23
YIKHUTHALELE INTSIMI
Ubuyela Okwesibini: (imiz. 3 nangaphantsi) Qala ngencoko onokuyisebenzisa. Mmemele eSikhumbuzweni.
Ubuyela Okwesithathu: (imiz. 3 nangaphantsi) Khetha esakho isibhalo uze umnike enye yeencwadi esifundisa ngazo iBhayibhile.
Intetho: (imiz. 6 nangaphantsi) w15 3/15 27 ¶7-10—Umxholo: Umzekeliso Wezimvu Neebhokhwe Usifundisa Njani Ukuba Ukushumayela Kubaluleke Kakhulu?
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“Ukuphucula Ubuchule Bethu Bokushumayela—Masizifundise Ukulungiselela Izifundo Zethu”: (imiz. 10) Ingxubusho. Emva kwengxubusho, dlala uze uxubushe ividiyo ebonisa umvakalisi efundisa isifundo sakhe indlela yokulungiselela incwadi abaza kuyifunda. Emva koko cela abaphulaphuli bachaze ezinye iindlela abaye bazinceda ngazo izifundo zabo zakwazi ukulungiselela iincwadi abazifundayo.
Zamkele Iindwendwe Zethu: (imiz. 5) Intetho ethathwe kwinqaku elikwiNcwadi Yobomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela kaMatshi 2016. Balisa ngezinto eziye zenzeka ngexesha leSikhumbuzo sika-2017. Khumbuza abavakalisi ngendlela yokupaka iimoto, yokungena nokuphuma kwindawo ekuza kuqhutyelwa kuyo iSikhumbuzo ngoMatshi 31.
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lv isahl. 5 isiqe. 16-23
Impinda Yentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Entlanganiso Yeveki Elandelayo (imiz. 3)
Ingoma 139 Nomthandazo