Matshi 5-11
MATEYU 20–21
Ingoma 153 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Nabani Na Ofuna Ukuba Mkhulu Phakathi Kwenu Makabe Ngumlungiseleli Wenu”: (imiz. 10)
Mat 20:3—Ababhali nabaFarisi babekuthanda ukubonwa nokubuliswa “kwindawo yemarike” (umfanekiso)
Mat 20:20, 21—Abapostile ababini babefuna uzuko nesikhundla (ingcaciso)
Mat 20:25-28—UYesu wathi abalandeli bakhe mababe ngabalungiseleli abathobekileyo (ingcaciso)
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)
Mat 21:9—Xa izihlwele zazikhwaza zisithi: “Siyathandaza, sindisa uNyana kaDavide!” zazithetha ukuthini? (ingcaciso)
Mat 21:18, 19—Kwakutheni ukuze uYesu enze umthi womkhiwane ubune? (jy-E 244 ¶4-6)
Yintoni oyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Mat 20:1-19
YIKHUTHALELE INTSIMI
Ividiyo Yotyelelo Lokuqala: (imiz. 4) Yidlale nize nincokole ngayo.
Ubuyela Okokuqala: (imiz. 3 nangaphantsi) Jonga kwindawo ethi iincoko onokuzisebenzisa.
Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) lv iphe. 36-37 isiqe. 3-4
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Iimfuno Zebandla: (imiz. 5)
Okufezwe Yintlangano: (imiz. 10) Dlala ividiyo ethi Okufezwe Yintlangano yangoMatshi.
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lv isihlomelo iphe. 209-212
Impinda Yentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Entlanganiso Yeveki Elandelayo (imiz. 3)
Ingoma 145 Nomthandazo