Matshi 19-25
MATEYU 24
Ingoma 43 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Hlala Unokholo Olomeleleyo Kule Mihla Yokugqibela”: (imiz. 10)
Mat 24:12—Uthando lwabantu luya kuphola ngenxa yokwanda kokungathotyelwa komthetho (it-2-E 279 ¶6)
Mat 24:39—Abanye abantu bazixhalabisa kakhulu ngezinto eziqhelekileyo zobu bomi nto leyo ebaphazamisayo elukholweni (w99 11/15 19 ¶5)
Mat 24:44—INkosi iza kufika ngexesha esingalilindelanga (jy-E 259 ¶5)
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Mat 24:1-22
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) Qala ngencoko onokuyisebenzisa. Umninimzi uthetha into edla ngokuthethwa ngabantu abangenamdla.
Ubuyela Okokuqala: (imiz. 3 nangaphantsi) Qala ngencoko onokuyisebenzisa. Umntu obuthethe naye akakho, uvulelwa ngomnye umntu.
Ividiyo Yotyelelo Lwesibini: (imiz. 5) Yidlale nize nincokole ngayo.
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“Sisondele Kwisiphelo Sale Nkqubo Yezinto”: (imiz. 15) Ingxubusho. Yidlale
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lv isahl. 5 isiqe. 7-15
Impinda Yentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Entlanganiso Yeveki Elandelayo (imiz. 3)
Ingoma 115 Nomthandazo