Juni 6-12
2 Samuweli 9-10
Ingoma 124 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“UDavide Wabonisa Uthando Olungagungqiyo”: (imiz. 10)
Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
2Sa 10:4, 5—Into eyenziwa nguHanuni yawahlaza njani amadoda akwaSirayeli? (it-1-E 266)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) 2Sa 9:1-13 (th isifundo 12)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 3) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Phendula umntu ochasayo. (th isifundo 3)
Xa Ubuyela: (imiz. 4) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Mbonise incwadana ethi Phila Ubomi Obumnandi Ngonaphakade! uze uthethe ngendawo ethi “Unokwenza njani ukuze zikuncede ezi zifundo zeBhayibhile?” (th isifundo 17)
Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 5) lff isifundo 05 isiqendu 4 (th isifundo 13)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Lunje Ke Uthando—Lunobubele: (imiz. 5) Ingxubusho. Dlala ividiyo. Uze ubuze le mibuzo: UDavide wabubonisa njani ububele kuMefiboshete? Singabubonisa njani ububele nothando olungagungqiyo kwabanye abantu?
Okufezwe Yintlangano: (imiz. 10) Dlala ividiyo ethi, Okufezwe Yintlangano kaJuni.
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lff isifundo 07
Amazwi Okuvala (imiz. 3)
Ingoma 1 Nomthandazo