Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

“Ikhona Na Into Umntu Anokumnceda Ngayo UThixo?”

“Ikhona Na Into Umntu Anokumnceda Ngayo UThixo?”

UElifazi wathi akhonto sinokumnceda ngayo uThixo (Yob 22:1, 2; w05 9/15 27 ¶1-3)

UElifazi wayesithi uThixo akayikhathalelanga into yokuba singamalungisa (Yob 22:3; w95 2/15 27 ¶6)

Singamnika uYehova isizathu sokumphendula lowo umgxekayo, uSathana (IMi 27:11; w03 4/15 14-15 ¶10-12)

KHAWUCINGE NGALE NTO: Ikwenza uzive njani into yokwazi ukuba ungakwazi ukuba luncedo kuSomandla?