Oktobha 25-31
YOSHUWA 15-17
Ingoma 146 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Khusela Ilifa Lakho Elixabisekileyo”: (imiz. 10)
Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
Yos 17:15, 18—Sazi njani ukuba kwaSirayeli kwakukho imithi emininzi? (w15 7/15 32)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) Yos 15:1-12 (th isifundo 5)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 3) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Uze ummemele kwiintlanganiso zethu. (th isifundo 19)
Xa Ubuyela: (imiz. 4) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Mnike enye yeencwadi esifundisa ngazo. (th isifundo 4)
Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 5) lffi isifundo 01 isiqendu 6 nendawo ethi Abanye Abantu Bathi (th isifundo 9)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“Shumayela Iindaba Ezilungileyo Zokuba Ihlabathi Elibhetele Likufuphi!”: (imiz. 15) Ingxubusho. Dlala ividiyo yengoma ye-JW Broadcasting® ethi Kwihlabathi Elitsha.
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) rr isahl. 15 ¶8-14
Amazwi Okuvala (imiz. 3)
Ingoma 34 Nomthandazo