Septemba 13-19
YOSHUWA 1-2
Ingoma 97 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Ungayenza Njani Indlela Yakho Iphumelele?”: (imiz. 10)
Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
Yos 2:4, 5—Kwakutheni ukuze uRahabhi awaqhathe amadoda awayethunywe ngukumkani ukuba akhangele iintlola? (w04 12/1 9 ¶1)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) Yos 2:1-16 (th isifundo 10)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Ividiyo Yokubuyela: (imiz. 5) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi, Xa Ubuyela: IBhayibhile—Yobhi 26:7. Mane uyimisa ividiyo xa kuvela umbuzo, uze ubuze ibandla.
Xa Ubuyela: (imiz. 3) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. (th isifundo 11)
Xa Ubuyela: (imiz. 5) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Mnike incwadana ethi Phila Ubomi Obumnandi Ngonaphakade! uze uqalise isifundo seBhayibhile. (th isifundo 16)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“Qhubekani Niqeqesha Amandla Enu Engqondo”: (imiz. 15) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi, “Hlala Unesazela Esilungileyo”.
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) rr isahl. 13 ¶15-21
Amazwi Okuvala (imiz. 3)
Ingoma 89 Nomthandazo