Septemba 26–Oktobha 2
1 KUMKANI 15–16
Ingoma 73 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“UAsa Wabonisa Isibindi—Ngaba Wena Uyasibonisa?”: (imiz. 10)
Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
1Ku 16:34—Le vesi iluqinisa njani ukholo lwethu ngeziprofeto athi uYehova ziza kwenzeka kwixesha elizayo? (w98 9/15 21-22)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) 1Ku 15:25–16:7 (th isifundo 5)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 3) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela yephulo lokuqalisa izifundo zeBhayibhile. Phendula umntu ochasayo. (th isifundo 12)
Xa Ubuyela: (imiz. 4) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela yephulo lokuqalisa izifundo zeBhayibhile. Thetha ngevidiyo ethi Kutheni Ufanele Ufunde IBhayibhile? (kodwa ungayidlali) (th isifundo 16)
Isifundo seBhayibhile: (imiz. 5) lff isifundo 07 isiqendu 6 (th isifundo 6)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Amajoni Anesibindi KaKristu: (imiz. 5) Ingxubusho. Dlala ividiyo. Uze ubuze lo mbuzo: “Ufunda ntoni kumzekelo kaBenjamin noSruthi?”
Okufezwe Yintlangano: (imiz. 10) Dlala ividiyo ethi Okufezwe Yintlangano kaSeptemba.
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lff isifundo 20
Amazwi Okuvala (imiz. 3)
Ingoma 103 Nomthandazo