Oktobha 23-29
YOBHI 8-10
Ingoma 107 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Uthando LukaThixo Olungagungqiyo Luyasikhusela Kubuxoki BukaSathana”: (imiz. 10)
Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
Yob 9:32—Simele senze ntoni xa sifunda iBhayibhile size sidibane nendawo esingayiqondiyo? (w10 10/15 6-7 ¶19-20)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) Yob 9:20-35 (th isifundo 11)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 3) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Mbonise enye yezinto esifundisa ngazo ezikwi-Teaching Toolbox. (th isifundo 17)
Xa Ubuyela: (imiz. 4) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Mbonise incwadana ethi Phila Ubomi Obumnandi Ngonaphakade! uze uthethe ngendawo ethi “Unokwenza njani ukuze zikuncede ezi zifundo zeBhayibhile?” (th isifundo 3)
Isifundo seBhayibhile: (imiz. 5) lff isifundo 16 isiqendu 6 nendawo ethi Abanye Abantu Bathi (th isifundo 14)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“Nceda Abantu Abangakholelwayo KuThixo Bamazi UMdali Wabo”: (imiz. 10) Ingxubusho nevidiyo.
Iimfuno Zebandla: (imiz. 5)
Isifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) bt “Ileta Evela KwiQumrhu Elilawulayo” nesahl. 1 ¶1-7
Amazwi Okuvala (imiz. 3)
Ingoma 64 Nomthandazo