UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
Uthando LukaThixo Olungagungqiyo Luyasikhusela Kubuxoki BukaSathana
USathana ufuna abantu bakholelwe ukuba nguYehova obangela izinto ezimbi zenzeke (Yob 8:4)
Ufuna sicinge ukuba uYehova akayikhathalelenga into yokuba siyalubonisa okanye asilubonisi ukholo Kuye (Yob 9:20-22; w15 7/1 12 ¶3)
Uthando lukaYehova olungagungqiyo lusinceda sibubone ubuxoki bukaSathana size siqhubeke sinyanisekile (Yob 10:12; Nd 32:7, 10; w21.11 6 ¶14)
KHAWUZAME LE NTO: Ukuze ukwazi ukumelana namaxesha anzima, cinga ngeendlela uYehova alubonakalisa ngayo uthando olungagungqiyo uze uzibhale phantsi, umane uzijonga qho.