Septemba 11-17
ESTERE 3–5
Ingoma 85 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Nceda Abanye Bazimisele Ukwenza Nangakumbi”: (imiz. 10)
Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
Est 4:12-16—Sikulwela njani ukukhonza ngokukhululekileyo njengoEstere noMordekayi? (kr 160 ¶14)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) Est 3:1-12 (th isifundo 2)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Ividiyo Yokubuyela: (imiz. 5) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi Xa Ubuyela: UBukumkani—Mat 14:19, 20. Mane uyimisa ividiyo xa kuvela umbuzo, uze ubuze ibandla.
Xa Ubuyela: (imiz. 3) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Xelela umntu othetha naye indlela esisiqhuba ngayo isifundo seBhayibhile, uze umnike nekhadi elithetha ngesifundo seBhayibhile. (th isifundo 16)
Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 5) lff isifundo 12 intshayelelo nesiqendu 1-3 (th isifundo 15)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Yiba Ngumhlobo KaYehova—UEstere Wayenesibindi: (imiz. 5) Ingxubusho. Dlala ividiyo. Ukuba kunokwenzeka, cela abantwana obakhethileyo uze ubabuze lo mbuzo: Ufuna ukusixelisa njani isibindi sikaEstere?
Iimfuno Zebandla: (imiz. 10)
Isifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lff isifundo 57
Amazwi Okuvala (imiz. 3)
Ingoma 125 Nomthandazo