Xa Uswelekelwe DLALA Xa Uswelekelwe Kukho izinto onokuzenza ezincedayo xa ubuhlungu kuba uswelekelwe ngumntu omthandayo. Uxolo, i-media player ayikwazanga kudlala. Khuphela Le Vidiyo Eminye Imixholo Xa Wehlelwe Yinto Ebuhlungu Mhlawumbi Ungayithanda Nale UVUKANI! Iindlela Zokunyamezela Intlungu Yokuswelekelwa—Nazi Izinto Onokuzenza Abantu abaninzi baye bakwazi ukunyamezela intlungu yokuswelekelwa ngokwenza izinto ezimbalwa ezibancedayo. IMIXHOLO ENGAKUMBI Ukuthuthuzelwa Kwabantu Abaswelekelweyo Xa siswelekelwa ngumntu esimthandayo, sisenokuziva ngathi akukho mntu unokuyiqonda intlungu esikuyo. Kodwa uThixo uyayiqonda ibe angasinceda. IMBONISELO Ingaba Ikhona Into Endisayiphilelayo Xa Ndiswelekelwe? Kukho amacebiso amahlanu anokukuceda unyamezele ukuswelekelwa. XA UMNTU OMTHANDAYO ESIFA Ndinokuhlangabezana Njani Nentlungu Endikuyo? Ngaba ufanele uzifihle xa usentlungwini? IMBONISELO Unokukwazi Ukunyamezela Iingxaki Yintoni onokuyenza xa uneengxaki ongakwaziyo ukuziphepha, ezinjengesigulo esinganyangekiyo okanye ukuswelekelwa? IMBONISELO Ukuthuthuzela Abafelweyo Kwanabahlobo abasondeleneyo basenokungayiboni into ebalulekileyo edingwa ngumntu ofelweyo. Printa Yithumele Yithumele Xa Uswelekelwe IMIXHOLO ENGAKUMBI Xa Uswelekelwe IsiXhosa Xa Uswelekelwe https://cms-imgp.jw-cdn.org/img/p/501100015/univ/art/501100015_univ_sqr_xl.jpg mrt inqa. 31