Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Incwadi Yokuqala KaSamuweli

Izahluko

Oko kuqulethweyo

  • 1

    • UElikana nabafazi bakhe (1-8)

    • UHana ongenabantwana uthandazela ukuba nonyana (9-18)

    • Kuzalwa uSamuweli aze anikwe uYehova (19-28)

  • 2

    • Umthandazo kaHana (1-11)

    • Izono zoonyana bakaEli ababini (12-26)

    • UYehova ugweba indlu kaEli (27-36)

  • 3

    • USamuweli kuthiwa makabe ngumprofeti (1-21)

  • 4

    • AmaFilisti athimba iTyeya (1-11)

    • UEli noonyana bakhe bayafa (12-22)

  • 5

    • ITyeya ikumhlaba wamaFilisti (1-12)

      • UDagon uyahlaziswa (1-5)

      • AmaFilisti ayohlwaywa (6-12)

  • 6

    • AmaFilisti abuyisela iTyeya kwaSirayeli (1-21)

  • 7

    • ITyeya eKiriyati-yarim (1)

    • USamuweli uthi ebantwini: ‘Khonzani uYehova kuphela’ (2-6)

    • AmaSirayeli ayoyisa eMizpa (7-14)

    • USamuweli uba yijaji kwaSirayeli (15-17)

  • 8

    • AmaSirayeli afuna ukumkani (1-9)

    • USamuweli ulumkisa abantu (10-18)

    • UYehova uyavuma ukuba bafumane ukumkani (19-22)

  • 9

    • USamuweli udibana noSawule (1-27)

  • 10

    • USawule ubekwa ukuba abe ngukumkani (1-16)

    • Abantu baboniswa uSawule (17-27)

  • 11

    • USawule woyisa ama-Amoni (1-11)

    • USawule uphinde enziwe ukumkani (12-15)

  • 12

    • USamuweli uthetha nabantu okokugqibela (1-25)

      • ‘Sanukulandela izinto ezililize’ (21)

      • UYehova akazukubalahla abantu bakhe (22)

  • 13

    • USawule ukhetha umkhosi (1-4)

    • USawule uyazigqatsa (5-9)

    • USamuweli ululeka uSawule (10-14)

    • AmaSirayeli awanazixhobo zokulwa (15-23)

  • 14

    • UYonatan uyoyisa eMikimashe (1-14)

    • UThixo ubangela ukuba iintshaba zamaSirayeli zixabelane (15-23)

    • USawule ufunga ngokungxama (24-46)

      • Abantu batya inyama negazi layo (32-34)

    • Iimfazwe zikaSawule; intsapho yakhe (47-52)

  • 15

    • USawule akathobeli kuba akambulali uAgagi (1-9)

    • USamuweli ululeka uSawule (10-23)

      • “Ukuthobela kubaluleke ukogqitha umbingelelo” (22)

    • USawule uyalahlwa njengokumkani (24-29)

    • USamuweli ubulala uAgagi (30-35)

  • 16

    • USamuweli uthambisa uDavide ukuba abe ngukumkani olandelayo (1-13)

      • “UYehova ubona okusentliziyweni” (7)

    • Umoya kaThixo uyasuswa kuSawule (14-17)

    • UDavide udlalela uSawule uhadi (18-23)

  • 17

    • UDavide woyisa uGoliyati (1-58)

      • UGoliyati ungcungcuthekisa amaSirayeli (8-10)

      • UDavide ufuna ukuyokulwa noGoliyati (32-37)

      • UDavide ulwa egameni likaYehova (45-47)

  • 18

    • Ubuhlobo bukaDavide noYonatan (1-4)

    • Ukoyisa kukaDavide kwenza uSawule abe nomona (5-9)

    • USawule uzama ukubulala uDavide (10-19)

    • UDavide utshata intombi kaSawule uMikali (20-30)

  • 19

    • USawule uyaqhubeka emcaphukela uDavide (1-13)

    • UDavide ubaleka uSawule (14-24)

  • 20

    • UYonatan uba kwicala likaDavide (1-42)

  • 21

    • UDavide utya isonka sokubonisa eNobhi (1-9)

    • UDavide uzenza umntu ophambanayo eGati (10-15)

  • 22

    • UDavide eAdulam naseMizpe (1-5)

    • USawule uthi makubulawe ababingeleli baseNobhi (6-19)

    • UAbhiyatare uyabhungca (20-23)

  • 23

    • UDavide usindisa isixeko saseKeyila (1-12)

    • USawule uleqa uDavide (13-15)

    • UYonatan womeleza uDavide (16-18)

    • UDavide usinda kancinci kuSawule (19-29)

  • 24

    • UDavide akambulali uSawule (1-22)

      • UDavide uyamhlonela umntu okhethwe nguYehova (6)

  • 25

    • USamuweli uyafa (1)

    • UNabhali ugxotha amadoda kaDavide (2-13)

    • UAbhigali wenza ngobulumko (14-35)

      • “Engxoweni yobomi noYehova” (29)

    • UNabhali ongenangqondo ubethwa nguYehova (36-38)

    • UAbhigali uba ngumfazi kaDavide (39-44)

  • 26

    • UDavide uphinda amyeke uSawule angambulali (1-25)

      • UDavide uyamhlonipha umntu okhethwe nguYehova (11)

  • 27

    • UDavide unikwa iTsikelage ngamaFilisti (1-12)

  • 28

    • USawule uya egqirheni e-En-dore (1-25)

  • 29

    • AmaFilisti awamthembi uDavide (1-11)

  • 30

    • Ama-Amaleki ahlasela iTsikelage aze ayitshise (1-6)

      • UDavide ufumana amandla kuThixo (6)

    • UDavide woyisa ama-Amaleki (7-31)

      • UDavide ubuyisela abathinjwa (18, 19)

      • Umthetho kaDavide ngezinto ezithinjiweyo (23, 24)

  • 31

    • USawule noonyana bakhe abathathu bayafa (1-13)