Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Incwadi YeNumeri

Izahluko

Oko kuqulethweyo

  • 1

    • Kubhaliswa amadoda aza kuya emkhosini (1-46)

    • AbaLevi abangeni emkhosini (47-51)

    • Ukuhlaliswa kwabantu kakuhle (52-54)

  • 2

    • Inkampu yahlulwa ibe ngamaqela abunjwa zizizwe ezithathu (1-34)

      • Iqela elikhokelwa sisizwe sakwaYuda lihlala ngasempuma (3-9)

      • Iqela elikhokelwa sisizwe sakwaRubhen lihlala ngasemzantsi (10-16)

      • AbaLevi bahlala esiphakathini (17)

      • Iqela elikhokelwa sisizwe sakwaEfrayim lihlala ngasentshona (18-24)

      • Iqela elikhokelwa sisizwe sakwaDan lihlala ngasemntla (25-31)

      • Inani elipheleleyo lawo onke amadoda abhalisiweyo (32-34)

  • 3

    • Oonyana baka-Aron (1-4)

    • Kukhethwa isizwe sabaLevi ukuba sincedise (5-39)

    • Kuhlawulelwa amazibulo (40-51)

  • 4

    • Umsebenzi wamaKohati (1-20)

    • Umsebenzi wamaGershon (21-28)

    • Umsebenzi wamaMerari (29-33)

    • Amanani okubalwa kwabantu (34-49)

  • 5

    • Umntu ongacocekanga uhlaliswa yedwa (1-4)

    • Ukuvuma izono nokuhlawula (5-10)

    • Umntu okrokrelwa ngokukrexeza useliswa amanzi (11-31)

  • 6

    • Isifungo sokuba ngumNaziri (1-21)

    • Ukusikelelwa ngababingeleli (22-27)

  • 7

    • Iminikelo yokunikezelwa kwentente engcwele (1-89)

  • 8

    • UAron ulayita izibane ezisixhenxe (1-4)

    • AbaLevi bayacocwa baze baqalise umsebenzi wabo (5-22)

    • Iminyaka ebekiweyo yabaLevi (23-26)

  • 9

    • Xa iSabatha ingenziwanga ngexesha layo (1-14)

    • Ilifu nomlilo phezu kwentente engcwele (15-23)

  • 10

    • Amaxilongo esilivere (1-10)

    • Kuyemkiwa eSinayi (11-13)

    • Indlela emakwenziwe ngayo xa kuhanjwa (14-28)

    • UHobhabhi uyacelwa ukuba abonise amaSirayeli indlela (29-34)

    • UMoses uyathandaza xa kuhanjwa (35, 36)

  • 11

    • UYehova ubatshisa ngomlilo abantu abakhalazayo (1-3)

    • Abantu bafuna inyama (4-9)

    • UMoses uziva engeloncedo (10-15)

    • UYehova unika abadala abayi-70 umoya oyingcwele (16-25)

    • UEldadi noMedadi bayaprofeta; uYoshuwa uthi uMoses makabanqande (26-30)

    • Kuthunyelwa izagwityi; abantu bayohlwaywa ngokunyoluka (31-35)

  • 12

    • UMiriyam noAron bagxeka uMoses (1-3)

      • UMoses ungoyena mntu ululamileyo (3)

    • UYehova uthethelela uMoses (4-8)

    • UMiriyam uba neqhenqa (9-16)

  • 13

    • Iintlola eziyi-12 zithunyelwa kwaKanaan (1-24)

    • Ingxelo embi yeentlola ezilishumi (25-33)

  • 14

    • Abantu bafuna ukubuyela eYiputa (1-10)

      • Ingxelo entle kaYoshuwa noKalebhi (6-9)

    • UYehova unomsindo, uMoses uyangenelela (11-19)

    • Isohlwayo: iminyaka eyi-40 entlango (20-38)

    • AmaSirayeli oyiswa ngama-Amaleki (39-45)

  • 15

    • Imithetho yeminikelo (1-21)

      • Umthetho mnye kubemi nakubantu basemzini (15, 16)

    • Iminikelo yabantu abona bengaqondanga (22-29)

    • Isohlwayo somntu owona ngabom (30, 31)

    • Kubulawa umntu ongathobelanga umthetho weSabatha (32-36)

    • Impahla mayibe nemisonto emazantsi (37-41)

  • 16

    • UKora, uDatan noAbhiram babhunga uMoses (1-19)

    • Abachasi bayagwetywa (20-50)

  • 17

    • Intonga ka-Aron iyadubula (1-13)

  • 18

    • Imisebenzi yababingeleli nabaLevi (1-7)

    • Izinto ezinikwa ababingeleli (8-19)

      • Isivumelwano setyiwa (19)

    • AbaLevi bafumana izishumi yaye nabo banikela ngazo (20-32)

  • 19

    • Inkomo ebomvu namanzi okucoca (1-22)

  • 20

    • UMiriyam uyafa eKadeshe (1)

    • UMoses ubetha iliwa, ngaloo ndlela uyona (2-13)

    • UEdom akavumi amaSirayeli anqumle (14-21)

    • UAron uyafa (22-29)

  • 21

    • Ukumkani waseAradi uyoyiswa (1-3)

    • Inyoka yekopolo (4-9)

    • AmaSirayeli adlula ngakwaMowabhi (10-20)

    • USihon uKumkani wama-Amori uyoyiswa (21-30)

    • UOgi uKumkani wama-Amori uyoyiswa (31-35)

  • 22

    • UBhalaki uqesha uBhileham (1-21)

    • Idonki kaBhileham iyathetha (22-41)

  • 23

    • Umzekeliso 1 kaBhileham (1-12)

    • Umzekeliso 2 kaBhileham (13-30)

  • 24

    • Umzekeliso 3 kaBhileham (1-11)

    • Umzekeliso 4 kaBhileham (12-25)

  • 25

    • AmaSirayeli ona neentombi zamaMowabhi (1-5)

    • UFinehasi ubulala umSirayeli (6-18)

  • 26

    • Izizwe zamaSirayeli zibalwa okwesibini (1-65)

  • 27

    • Iintombi zikaTselofehadi (1-11)

    • UYoshuwa kuthiwa uza kungena endaweni kaMoses (12-23)

  • 28

    • Indlela yokwenza iminikelo (1-31)

      • Iminikelo eyenziwa suku ngalunye (1-8)

      • EyeSabatha (9, 10)

      • Iminikelo eyenziwa inyanga nenyanga (11-15)

      • EyePasika (16-25)

      • EyeTheko Leeveki (26-31)

  • 29

    • Indlela yokwenza iminikelo (1-40)

      • Ngosuku lokuvuthela amaxilongo (1-6)

      • NgoSuku Lokuhlawulela (7-11)

      • NgeTheko Lamakhusi (12-38)

  • 30

    • Izifungo zamadoda (1, 2)

    • Izifungo zabafazi nezeentombi (3-16)

  • 31

    • AmaSirayeli ayaziphindezela kumaMidiyan (1-12)

      • UBhileham uyabulawa (8)

    • Imithetho ngezinto ezixuthwe kwezinye iintlanga (13-54)

  • 32

    • Indawo yokuhlala engasempuma kweYordan (1-42)

  • 33

    • Uhambo lwamaSirayeli entlango (1-49)

    • Imithetho engokuthatha ilizwe lamaKanan (50-56)

  • 34

    • Imida yaseKanan (1-15)

    • Kukhethwa amadoda aza kwahlula umhlaba (16-29)

  • 35

    • Izixeko zabaLevi (1-8)

    • Izixeko zokubalekela (9-34)

  • 36

    • Umthetho ongokutshata kwamabhinqa aziindlalifa (1-13)