UVUKANI! Aprili 2013 | Isiphelo Sokubethwa Kwabafazi Ngamadoda Abo
IBhayibhile iye yanceda abantu abaninzi ababekade benomsindo osempumlweni babe ngabantu abanobubele nabathanda abanye.
Okwenzeka Ehlabathini
Funda ngomntu wokuqala ukwenzelwa umhlathi wenkcenkce owenziwe kwiprinta yohlobo lwe3D kunye nemeko yaseAntarctica yokuba sengozini kwezityalo.
UKUNCEDA INTSAPHO
Indlela Yokuzinqanda Ungathethi Amazwi Ahlabayo
Yintoni onokuyenza xa wena nomfazi okanye umyeni wakho niye navumela amazwi ahlabayo awonakalisa umtshato wenu?
UDLIWANO-NDLEBE
“Andilithandabuzi Elokuba Ubomi Badalwa NguThixo”
Funda isizathu sokuba esinye isazinzulu sitshintshe imbono esasinayo ngeBhayibhile, indaleko, nendlela obaqala ngayo ubomi.
INQAKU ELINGUMXHOLO
Isiphelo Sokubethwa Kwabafazi Ngamadoda Abo
IBhayibhile inganceda njani ekupheliseni ukubethwa kwabafazi?
Ngena Ngokukhawuleza KwiWebhsayithi Yethu!
Kukho iiQR codes onokuzisebenzisa kuVukani! Ezenza kube lula ukumfumana kwi-intanethi.
Izinto Ezingakumbi Ezifumaneka Kwi-intanethi
Ndiza Kwenza Ntoni Xa Ndihlutshwa Ngabanye?
Uninzi lwabantu abahlupha abanye luziva lungeloncedo. Eli nqaku lichaza into enokwenziwa ukuze kulungiswe le ngxaki.
UYakobi, UEsawu Nesityu
Funda ngoYakobi noEsawu! Zikhuphelele lo mfanekiso, uwuprinte, uze uwufake imibala.