UVUKANI! Matshi 2014 | Inyaniso Engaziwayo Ngendalo
Kukho umahluko omkhulu koko kuthethwa yiBhayibhile ngendalo kunye noko kuthethwa ngabantu.
Okwenzeka Ehlabathini
Oko kuthethwa ngako: inyikima enxulumene nokwembiwa kwemithombo yamanzi, ilizwe elichithe imali eninzi kukhenketho, nokupheliswa kweebhegi zeplastiki.
INQAKU ELINGUMXHOLO
Ingcombolo Engaziwayo Ngendalo
Ngaba oko kuthethwa yiBhayibhile ngendalo kuyangqinelana noko kufunyaniswe ngoososayensi?
Ukumangalisa Kweenyembezi Zakho
Izizathu zethu zokulila zahlukile kwezo zezilwanyana. Njani?
UKUNCEDA INTSAPHO
Xa Udanile Emtshatweni
Ngaba ukuhlala neqabane lakho kukwenza uzive ngathi usentolongweni? Izinto ezintlanu ezinokunceda umtshato wakho.
NGABA YADALWA?
Isikhumba Senyoka
Yintoni eyenza isikhumba senyoka somelele ngokwaneleyo ukuze ikwazi ukunyuka emthini orhabaxa okanye irhubuluze kwisanti enamatye?
Izinto Ezingakumbi Ezifumaneka Kwi-intanethi
Ndinokuyeka Njani Ukuzibekela Amangomso Izinto?
Funda ngamacebiso endlela yokuyeka ukuzibekel’ amangomso izinto!
Oko Kuthethwa Ngoontanga Bakho Ngezimbo Ezibonisa Ukuba Umntu Ufuna Ukulala Nawe
Funda ngoko bakuthethayo abantu abahlanu abasebatsha ngezi zimbo, nento omele uyenze ukuba ulixhoba lazo.