IMBONISELO—EFUNDWAYO Oktobha 2018
Le magazini inamanqaku aza kufundwa ngoDisemba 3-30, 2018.
1918—Kwiminyaka Elikhulu Eyadlulayo
IMfazwe Enkulu yayiseshushu eYurophu ngelo xesha, kodwa kwakubonakala ngathi loo nyaka wawubaphathele izinto ezintle aBafundi BeBhayibhile nehlabathi lonke.
Thethani Inyaniso
Kutheni abantu bexoka ibe kuye kwenzeke ntoni? Sinokwenza njani ukuze sithethe inyaniso?
Indlela Yokufundisa Inyaniso
Kweli xesha liseleyo lokushumayela, eyona nto kufuneka siyenze kukuqhuba izifundo zeBhayibhile nokufundisa abantu inyaniso. Zinokusinceda njani iZixhobo Zokufundisa Entsimini?
IBALI LOBOMI
UYehova Usisikelele Isigqibo Sam
Esemncinci, uCharles Molohan wafaka isicelo sokuya kukhonza eBheteli. UYehova wamsikelela kwinto yonke awayeyenza.
Yithembe Inkokeli Yethu—UKristu
Ekubeni intlangano kaThixo ihambela phambili, zeziphi izizathu esinazo zokuthemba inkokeli yethu uKristu?
Hlala Uzolile Nokuba Iimeko Ziyatshintsha
Xa iimeko zethu zitshintsha singalindelanga, sisenokuba nestres. ‘Uxolo lukaThixo’ lunokusinceda njani?
Ngaba Ubusazi?
EBhayibhileni uStefano waba ngumKristu wokuqala owafela ukholo. Yintoni eyabangela ukuba ahlale ezolile ngoxa wayetshutshiswa?