IMBONISELO No. 2 2019 | Ikhona Into Endisayiphilelayo?
Ngaba ikhona into ebuhlungu ekhe yakwehlela ekwenze wazibuza ukuba ikhona into osayiphilelayo?
Xa Ubona Ngathi Ubomi Abunyamezeleki
Nangona kukho iingxaki ungabuncami ubomi.
Xa Kwehle Intleke
IBhayibhile inika amacebiso asebenzayo anokukunceda ukwazi ukunyamezela izinto ezibuhlungu ezibangelwe yintlekele.
Xa Uswelekelwe
Kukho amacebiso amahlanu anokukuceda unyamezele ukuswelekelwa.
Xa Umntu Otshate Naye Engathembekanga
Abantu abaninzi baye bancedwa yiBhayibhile babona ukuba uThixo uyayibona intlungu yabo ibe ubakhathalele.
Xa Ugula Kakhulu
Bancedwe yintoni abanye abagula kakhulu?
Xa Ubuhlungu Kakhulu Ude Uxolele Ukufa
Ngaba wakha wakhathazeka kakhulu de ufune ukuzibulala? Ungalufumana phi uncedo?
Kutheni Ufanele Unyamezele
Nakubeni abanye abantu bengenakuziqonda iingxaki zakho, uThixo yena ukukhathalele ibe ufuna ukukunceda.
‘Ukukhathalele’
IBhayibhile inokukuthuthuzela ize ikomeleze.