Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Isalathiso Semibandela YeeMboniselo Zika-2016

Isalathiso Semibandela YeeMboniselo Zika-2016

Sibonisa umhla weMboniselo elivela kuyo inqaku

IBHAYIBHILE

  • Izahluko Neevesi, No. 2

  • ULefèvre d’Étaples (umguquleli), No. 6

  • Ibali Lokusinda Kwayo, No. 4

IBHAYIBHILE IYABUTSHINTSHA UBOMI BABANTU

  • Ndawa Izihlandlo Ezininzi (U-J. Mutke), No. 4

  • Ndafunda Ukuhlonipha Amabhinqa (U-J. Ehrenbogen), No. 3

  • Ndandisisikhohlakali, Ndikuthanda Nokulwa (U-A. De la Fuente), No. 5

  • Uxolo Nolonwabo Unyaka Nje Ube Mnye (U-A. Broggio), No. 1

UBOMI NEEMPAWU ZAMAKRISTU

  • Buxabisekile Kunegolide (ubulumko bukaThixo), Aga.

  • Ukuthethelela Iindaba Ezilungileyo Kwabasemagunyeni, Sept.

  • Ningaxhaleli Nto, No. 1

  • Nceda Ebandleni Lakho, Mat.

  • Qhubeka Ukhonza UYehova Ngovuyo, Feb.

  • Ubulali​—Indlela Yobulumko, Dis.

  • Uphawu Oluxabiseke Ngaphezu Kweedayimani (ukunyaniseka), Juni

  • Ukoyisa Ukungazithembi, No. 1

  • ‘Londoloza Ubulumko Bobuqili,’ Okt.

  • Kutheni Umele Unyaniseke? No. 1

  • Ukunqulela Kwiindawo Ezingcwele? No. 2

  • Ngaba Kuwe Intsimi Injengombethe? Apr.

UYEHOVA

  • “Musa Ukoyika. Mna Ngokwam Ndiza Kukunceda,” Jul

  • Igama, No. 3

AMANGQINA KAYEHOVA

  • Unokuncedakala Xa Ukhokelwa NguYehova (amava), Sept.

  • “Bavakalisi BaseBritani​—Vukani!!” (1937), Nov.

  • Bazinikela Ngokuzithandela EGhana, Jul.

  • “Ndivuna Iziqhamo Ezidumisa UYehova” (EJamani, ngeMfazwe Yehlabathi I), Aga.

  • “Umsebenzi Mkhulu” (iminikelo), Nov.

UYESU KRISTU

  • Indlela Engaqhelekanga Awayebaphatha Ngayo Abaneqhenqa, No. 4

  • Uyise KaYosefu, No. 3

  • Kutheni Waphathwa Kakubi Waza Wabulawa? No. 2

AMABALI OBOMI

  • Ukuba “Zizinto Zonke Kubantu Bazo Zonke Iintlobo” (U-D. Hopkinson), Dis.

  • Ndafumana Inyaniso Ndingenazandla Nangalo (U-B. Merten), No. 6

  • Ndizamile Ukulandela Imizekelo Emihle (U-T. McLain), Okt.

  • Indlela Okwandonwabisa Ngayo Ukupha (U-R. Parkin), Aga.

  • UYehova Undenze Ndaphumelela (U-C. Robison), Feb.

  • Oonongendi Bafunda Inyaniso (U-F. no-A. Fernández), Apr.

UMXUBE

  • “LelikaYehova Idabi” (UDavide), No. 5

  • Ababingeleli Abaziintloko Ekuthethwe Ngabo KwiZibhalo ZamaKristu, No. 1

  • Ibali LikaDavide NoGoliyati—Ngaba Liyinyani? No. 5

  • Inkululeko AmaRoma Awayinika AmaYuda, Okt.

  • Ngaba UThixo Uphendula Yonke Imithandazo? No. 6

  • Izizathu Zokuqhawula Umtshato Ezazisamkelwa Ziinkokeli Zonqulo ZamaYuda, No. 4

  • Ukuthobela Izilumkiso, No. 2

  • “Ndikulungele Ukuhamba” (URebheka), No. 3

  • Izinto Esinokuzifunda Kwiintaka, No. 6

  • Eyona Ndlela Ifanelekileyo Yokuthelekisa (iinkolelo neBhayibhile), No. 4

  • Ngaba Kubalulekile Ukuba Nonqulo? No. 4

  • Ngaba Kufuneka Sime Ngendlela Ethile Xa Sithandaza? No. 6

  • Ngaba Unqulo Lweza Nabantu? No. 4

  • Imisongo Ngamaxesha Okubhalwa KweBhayibhile, No. 1

  • Amalaphu Needayi Ngamaxesha Okubhalwa KweBhayibhile, No. 3

  • Imibono Ekwazisa Ngokwenzeka Emazulwini, No. 6

  • Kwenzeka Ntoni Kuthi Xa Sisifa? No. 1

  • Yintoni UBukumkani BukaThixo? No. 5

  • Xa Isihlobo Sakho Sisweleka, No. 3

  • Unokuyifumana Phi Intuthuzelo? No. 5

  • Ngubani UMtyholi? No. 2

  • Igama Elalithetha Lukhulu! (“ntombi”), Nov.

  • Ngaba Ihlabathi Elingenagonyamelo Liya Kuze Libekho? No. 4

  • Ngaba Umntu Wayenokuhlwayela Ukhula Kwintsimi Yomnye Umntu? Okt.

IMIBUZO EVELA KUBAFUNDI

  • Ukudityaniswa kweenduku ezimbini (Hez 37), Jul.

  • Indoda enophondo lweinki lukanobhala kunye namadoda amathandathu anezixhobo (Hez 9:2), Juni

  • Ngaba uSathana wamthabatha wamsa ngokoqobo etempileni uYesu? (Mat 4:5; Luk 4:9), Mat.

  • Liyintoni “ilizwi likaThixo”? (Heb 4:12), Sept.

  • Abantu bakaThixo babe ngabo nini abathinjwa kwiBhabhiloni Enkulu? Mat.

  • Kwakutheni Ukuze Umba Wokuhlanjwa Kwezandla Ube Yingxaki? (Mar 7:5), Aga.

AMANQAKU AFUNDWAYO

  • Ukuxabisa UYehova NjengoMbumbi Wethu, Juni

  • Sixabise ‘Isipho Sesisa Esingathethekiyo’ SikaThixo, Jan.

  • Zimisele Ukubonisa “Uthando Lobuzalwana”! Jan.

  • Ukuthembeka Kuyamkholisa UThixo, Apr.

  • Zuza Ngokupheleleyo Kumalungiselelo KaYehova, Meyi

  • Nakhululwa Ngobubele Obunganifanelanga, Dis.

  • Babizwa Ukuba Baphume Ebumnyameni, Nov.

  • Ngaba Indlela Onxiba Ngayo Iyamzukisa UThixo? Sept.

  • “Yibani Nobubele Kubantu Basemzini,” Okt.

  • Musa Ukuvumela Iziphoso Zabanye Zikukhubekise, Juni

  • “Mazingawi Izandla Zakho,” Sept.

  • Ngaba Uyayixabisa IBhayibhile? Nov.

  • Ngaba Uyamvumela UMbumbi Omkhulu Akubumbe? Juni

  • Ngaba Uyayibona Imfuneko Yokwenza Inkqubela? Aga.

  • Ngaba Uyayibona Imfuneko Yokuqeqesha Abanye? Aga.

  • Bonisa Ukuba Unokholo Kwizithembiso ZikaYehova, Okt.

  • “Hambani, . . . Niye Kubenza Abafundi Abantu Beentlanga Zonke” Meyi

  • Ukuba Nombulelo Ngobubele Obungasifanelanga BukaThixo, Jul.

  • Uzenza Njani Izigqibo Zakho? Meyi

  • Yiba Njengabahlobo BakaYehova Abasondeleyo, Feb.

  • Ngaba IBhayibhile Isabutshintsha Ubomi Bakho? Meyi

  • UYehova Wathi ‘Ngumhlobo Wam,’ Feb.

  • UYehova Ukhokela Abantu Bakhe Kwindlela Yobomi, Mat.

  • “UYehova UThixo Wethu NguYehova Mnye,” Juni

  • UYehova Uyabavuza Abo Bamfuna Ngenyameko, Dis.

  • Ungayeki Ukulwela Iintsikelelo ZikaYehova, Sept.

  • Qhubekani Nikhuthazana Mihla Le, Nov.

  • Funda Kubakhonzi BakaYehova Abanyanisekileyo, Feb.

  • “Unyamezelo Lwenu Malupheleliswe,” Apr.

  • Ukungathathi Cala Kwihlabathi Elahluleleneyo, Apr.

  • Buqinise Ubuhlobo Bakho NoYehova Ngoxa Ukhonza Kwintsimi Yolunye Ulwimi, Okt.

  • Ukwenza Umtshato WamaKristu Uphumelele, Aga.

  • Umtshato​—Imvelaphi Nenjongo Yawo, Aga.

  • Ukulungelelaniswa NgeBhayibhile, Nov.

  • Bazali, Ncedani Abantwana Benu Babe Nokholo, Sept.

  • Hlala Unyanisekile KuYehova, Feb.

  • Funa UBukumkani, Kungekhona Izinto, Jul.

  • “Ukunyamekela Umoya Kuthetha Ubomi Noxolo,” Dis.

  • Lungisa Ukungavisisani Ngomoya Wothando, Meyi

  • Shumayela Iindaba Ezilungileyo Zobubele Obungasifanelanga, Jul.

  • Qinisa Ukholo Lwakho Kwizinto Onethemba Lazo, Okt.

  • Umoya Ungqinelana Nomoya Wethu, Jan.

  • Bakhululeka Kunqulo Lobuxoki, Nov.

  • Liphoseni KuYehova Lonke Ixhala Lenu, Dis.

  • “Siza Kuhamba Nani,” Jan.

  • Kutheni Simele ‘Sihlale Silindile’? Jul.

  • Kutheni Simele Sihlanganisane Ukuze Sinqule? Apr.

  • Akumnandi Nje Ukusebenza NoThixo! Jan.

  • Unokuba Nenxaxheba Ekomelezeni Umanyano LobuKristu​—Njani? Mat.

  • Lutsha Ngaba​—Nikulungele Ukubhaptizwa? Mat.

  • Lutsha​—Ningakulungiselela Njani Ukubhaptizwa? Mat.

  • Lutsha, Qinisani Ukholo Lwenu, Sept.