IMBONISELO—EFUNDWAYO Februwari 2017

Le magazini inamanqaku aza kufundwa ukususela nge-3-30 Aprili, 2017.

Injongo KaYehova Iza Kuzaliseka!

Yeyiphi injongo uThixo awayenayo kwasekuqaleni ngabantu nangomhlaba? Konakala phi? Kutheni idini lentlawulelo likaYesu livula indlela yokuba kuzaliseke injongo kaThixo?

Intlawulelo​—“Isipho Esigqibeleleyo” Esivela KuBawo

Eli lungiselelo likaThixo alipheleli nje ekusivuleleni ithuba lokufumana izinto ezimangalisayo kodwa likwaphendula imiba ebaluleke kwindalo yonke.

IBALI LOBOMI

Sibubone Ngeendlela Ezininzi Ububele Obungasifanelanga BukaThixo

UDouglas noMary Guest babubona ububele obungasifanelanga bukaThixo njengoko babengoovulindlela eKhanada, bengabathunywa bevangeli eBrazil nasePortugal.

NguYehova Okhokela Abantu Bakhe

Ngexesha lamandulo uYehova wasebenzisa abantu ukuba bakhokele abantu bakhe. Bobuphi ubungqina obubonisa ukuba wayebaxhasa?

Bakhokelwa Ngubani Abantu BakaThixo Namhlanje?

UYesu wathembisa ukuba uyakuba nabalandeli bakhe kude kube sisiphelo senkqubo yezi zinto. Ubakhokela njani abantu bakaThixo emhlabeni namhlanje?

Imibuzo Evela Kubafundi

Umpostile uPawulos wabhala wathi, uYehova “akayi kuniyekela nihendwe ngaphaya koko ninokukuthwala.” Ngaba loo nto ithetha ukuba uYehova uzihlola kusengaphambili izinto esinokuzithwala?

SIPHAKULA KOOVIMBA BETHU

“Akukho Ndlela Imbi Okanye Inde”

Ngasekupheleni kweminyaka yoo-1920 nasekuqaleni kweminyaka yoo-1930, oovulindlela abakhutheleyo babezimisele ukushumayela ngeendaba ezilungileyo zoBukumkani BukaThixo nakwezona ndawo zisemagqagaleni eOstreliya.