IMBONISELO—EFUNDWAYO Oktobha 2017

Le Mboniselo inamanqaku aza kufundwa ngoNovemba 27 ukuya kuDisemba 24, 2017.

IBALI LOBOMI

Siyasikelelwa Xa Sisenza Into UYehova Athi Masiyenze

Ngo-1952, uOlive Matthews nomyeni wakhe bamkela isabelo sokuba ngoovulindlela kumzantsi weIreland. Wabasikelela njani uYehova?

‘Masithande Ngezenzo Nangenyaniso’

Sinokubonisa njani ukuba sibathanda nyhani abantu, asizenzisi?

Inyaniso Izisa, “Kungekhona Uxolo, Kodwa Ikrele”

Liyintoni “ikrele” uYesu awayethe uza kulizisa, ibe linantoni yakwenza nawe?

UYosefu WaseArimathiya Uba Nomqolo

Yayingubani le ndoda? Wayedityaniswa yintoni noYesu? Kutheni ufanele ube nomdla nje kwibali lakhe?

Ithetha Ntoni Kuwe Imibono KaZekariya?

Umsongo ophaphazelayo; umfazi ongaphakathi kwibhaskithi; abafazi ababini abanamaphiko anamandla. Kwakutheni ukuze uThixo abonise umprofeti wakhe ezi zinto zothusayo?

Iinqwelo Zokulwa Nesithsaba Ziya Kukukhusela

Iintaba zobhedu, iinqwelo zokulwa ezilungele idabi, nombingeleli omkhulu owenziwa ukumkani. Umbono wokugqibela kaZekariya ubaqinisekisa ngantoni abantu bakaThixo?

Wenzelwa Ububele NgumKristu

Ukwenzelwa ububele kwamnceda njani umntu owayechasa wamkela inyaniso?

Ngaba Ubusazi?

Yintoni eyayisenziwa ngamaYuda eyabangela uYesu akugxeke ukufunga?