UVUKANI! No. 5 2016 | Ngaba UYesu Wakha Waphila Nyhani?
Imbali inabuphi ubungqina?
INQAKU ELINGUMXHOLO
Ngaba UYesu Wakha Waphila Nyhani?
Abasemagunyeni bamandulo nabangoku bathini ngalo mba?
OKWENZEKA EHLABATHINI
Makhe Sithethe Ngamazwe AseMerika
Ukukhathazeka nogonyamelo ziingxaki nje ezimbalwa ajongene nazo amanye amazwe aseMerika. Ngaba ubulumko obuseBhayibhileni bunokunceda?
UKUNCEDA INTSAPHO
Fundisa Umntwana Wakho Ngesondo
Abasebatsha bachanabeke kwimiyalezo yesondo besebancinane kakhulu. Oko umele ukwazi? Yintoni onokuyenza ukuze ukhusele abantwana bakho?
Ummangaliso Wendalo
Awukho umchiza obaluleke njengalo ebomini. Nguwuphi lo mchiza, yaye yintoni ewenza ubaluleke kangaka?
IMBONO YEBHAYIBHILE
Ukubulela
Ukubulela kunceda kwizinto ezininzi. Kunokukunceda njani, unokukwazi njani ukubulela?
“Asiqhelanga Kufundiswa Ngolu Hlobo!”
Iividiyo ezikwiwebhsayithi ethi jw.org/xh zibangel’ umdla kootitshala, abacebisi babantwana nabanye.
Izinto Ezingakumbi Ezifumaneka Kwi-intanethi
Yiba Noxabiso
Unokulubonisa njani uxabiso kwabo basenzele izinto?