Incwadi Yonyaka YamaNgqina KaYehova Ka-2017

Funda ngomsebenzi wamaNgqina KaYehova kwilizwe laseGeorgia nasehlabathini lonke.

Ileta Evela KwiQumrhu Elilawulayo—2017

Babonisa uthando noxabiso lwabo ngamaNgqina KaYehova ehlabathini lonke.

Ukuwubeka Kwindawo Yokuqala Umsebenzi Wokushumayela Owenziwa Ehlabathini Lonke

Abazalwana ababekade beseBheteli baye baqhelana njani nokuba sentsimini?

“Abekho Abamelwane Abanjengani”

NgoMeyi 7 nange-8, 2016, kwabakho umboniso weBhayibhile eBrooklyn Heights, eNew York owanikela ubungqina kubamelwane beBhetele eBrooklyn.

Intlanganiso Entsha Yobomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela

NgoJanuwari 2016, kuye kwenziwa utshintsho ehlabathini lonke kwiintlanganiso zebandla zaphakathi evekini.

IJW Broadcasting ‘Iyasomeleza Ize Isihlaziye!’

IJW Broadcasting yaqala ukubakho ngo- 2014 ibe ngoku ibukelwa ngabantu beelwimi eziyi-90. Kukhona abukhotshoyo abantu?

Kunikezelwa Amasebe

Ukunikezelwa kwezakhiso eArmenia naseKyrgyzstan bekuwavuyisa amaNgqina asekuhlaleni.

Ingxelo Yezomthetho Ka-2016

Ziziphi ingxaki zomthetho ahlangene nazo amaNgqina ngo-2016?

Amagqabantshintshi​—Iindaba Ezivela Ehlabathini Lonke

Amagqabantshintshi ngoko bekusenziwa ngamaNgqina KaYehova eJamani, eBelize, eBurundi, eNepal, eItaly, eArgentina, eUganda, eCongo (Kinshasa), nasePapua New Guinea.

EAfrika

Funda amava abantu neembalasane zomsebenzi owenziwa ngamaNgqina KaYehova eGhana, eGuinea-Bissau, eLiberia, eMalawi, eTogo naseSierra Leone.

Amazwe AseMerika

Amava aseBrazil, eHaiti, eMexico, eMerika naseVenezuela.

EAsia NakuMbindi Mpuma

Iimbalasane zaseHong Kong, eMongolia, kwiiPhilippines naseSri Lanka.

EYurophu

Funda ngamava aseAzerbaijan, eBritani, eBulgaria, eGeorgia, eDenmark, eHungary, eNorway naseUkraine.

EOceania

Iimbalasane namava aseOstreliya, eGuam, eNew Caledonia, ePapua New Guinea naseTimor-Leste.

Amagqabantshintshi ngeGeorgia

Nanga amabal’ engwe ngeli lizwe, abantu, inkcubeko, nolwimi lweli lizwe likuLwandle Olumnyama.

Abantu Bokuqala Ukufuna Inyaniso

Abantu abanoxabiso abafumana inyaniso kwenye indawo baya eGeorgia baza basasaza isigidimi seBhayibhile.

Iintlanganiso Zinceda Bonke Bakhule Elukholweni

Iintlanganiso zamaKristu neencwadi zolwimi lwesiGeorgia zisibeke njani isiseko sekamva?

Ndandifuna Ukutshintsha

Emva kokugqiba inkonzo yakhe yasemkhosini, uDavit Samkharadze wathandaza ecela uYehova amncede aphucule. Ngemini elandelayo, wadibana namaNgqina KaYehova.

Ukulindela Ulwalathiso LukaYehova

UTamazi Biblaia wafuna uncedo lukaYehova ngaphambi kokuba afudukele kwenye idolophu waza walufumana.

“KuThixo Zonke Izinto Zinako Ukwenzeka”

Xa wanceda elinye iNgqina ekuprinteni iincwadi zeBhayibhile ngesiGeorgia, uNatela wayejongene nemeko enzima.

IBhayibhile YesiGeorgia

Imibhalo-ngqangi yeBhayibhile yesiGeorgia Esidala yabakho kwaphakathi kwinkulungwane yesihlanu C.E okanye ngaphambi koko.

“UThixo Wakhulisa.”​—⁠1 Kor. 3:6.

AmaNgqina anandipha ulwando emva kokuzimela kweGeorgia.

Abadala Baqeqesha Abanye

Emva kokuwa kolawulo lwamaKomanisi, amaNgqina alungiselela njani ukuba kubekho iintlanganiso, iindibano, nokuguqulelwa kweencwadi zeBhayibhile?

Umyeni Wam Wayengayibeki Phantsi!

UBadri Kopaliani wayenomdla wokufunda iBhayibhile yakhe entsha, wade wathatha iintsuku emsebenzini ukuze ayifunde yonke.

Beniphi Kude Kube Ngoku?

Kungaphelanga nonyaka, uArtur Gerekhelia wafudukela kwindawo eyayidinga abashumayeli bobuKumkani.

Ndandivakalelwa Kukuba Ndiphumelele

Waye lilungu eliphakamileyo leqela lamaKomanisi eGeorgia, uMadona Kankia wagqiba ekubeni atshintshe ubomi bakhe.

Uthando LwamaKristu Okwenene Aluze Lutshitshe

Ebudeni bemfazwe eAbkhazia, uIgor Ochigava noGizo Narmania banceda amanye amaNgqina ngokuwaxhasa ngokoqobo naselukholweni.

Ndazibonela Ngawam Amehlo Oko Kuthethwa YiBhayibhile!

Nangona wayengawathandi ncam amaNgqina KaYehova, uPepo wenza oko umama wakhe wamxelela kona: “Hamba uyokuzivela ngokwakho oko akufundisayo.”

Iintsikelelo “Ngexesha Elilungileyo Nangexesha Lenkathazo.”​—2 Tim. 4:2.

Kubekho ulwando kubavakalisi, kodwa kwavela intshutshiso kwindawo engaqhelekanga.

Abazange Boyike Ngokoyikiswa

Bathini abantu ngokutshutshiswa kwamaNgqina KaYehova eGeorgia?

“Lilo Elo Ilifa Labakhonzi BakaYehova.”​—Isa. 54:17.

UYehova uyabasikelela abavakalisi abenza unako nako wokwandisa ubulungiseleli babo.

Bamkhumbula UMdali Wabo Ozukileyo

Umvakalisi omnye kwabathathu eGeorgia uneminyaka eyi-25 okanye ngaphantsi.

AmaKurd Amkela Inyaniso

Abantu aboyika uThixo bavuyela ukuva inyaniso ngolwimi lwabo.

Uthando Lugqitha Ngaphaya Kwemida Yabantu

Oomakhulu ababini balubona uthando lwabazalwana.

Kwiminyaka Elikhulu Edlulileyo Ngo-1917

KuBafundi BeBhayibhile abaninzi, u-1917 yayingunyaka wokuvavanywa nokuhluzwa. Nakuba kwakunzima, abakhonzi bakaThixo baqhubeka besebenza ukuze bahambisele phambili izilangazelelo zoBukumkani.

Isimbuku Sango-2016

Le ngxelo yonyaka ibonisa oko kwenzwe ngamangzina kaYehova ngo-2016.

Ingxelo Yonyaka Wenkonzo Ka-2016 YamaNgqina KaYehova Ehlabathini Lonke

Iquka amalungu, amasebe, amazwe, abebeze esikhumbuzweni, nokunye.