Isimbuku Sika-2013
Amasebe AmaNgqina KaYehova: 91
Inani Lamazwe Anikela Ingxelo: 239
Isimbuku Samabandla: 113 823
Ababekho ESikhumbuzweni Ehlabathini Lonke: 19 241 252
Abathabathileyo ESikhumbuzweni Ehlabathini Lonke: 13 204
Incopho Yabavakalisi BoBukumkani: 7 965 954
Umlinganiselo Wabavakalisi Abashumayelayo Nyanga Nganye: 7 698 377
Umlinganiselo Wolwando Kunango-2012: 2,1
Isimbuku Sababhaptiziweyo: 277 344
Umlinganiselo Woovulindlela Abangabancedani Nyanga Nganye: 496 089
Umlinganiselo Woovulindlela Nyanga Nganye: 1 025 677
Isimbuku Seeyure Ezichithwe Entsimini: 1 841 180 235
Umlinganiselo Wezifundo ZeBhayibhile Zamakhaya Nyanga Nganye: 9 254 963
Ebudeni bonyaka wenkonzo ka-2013, amaNgqina kaYehova aye achitha imali ephantse ibeyi-R2 bhiliyoni ekunyamekeleni oovulindlela abakhethekileyo, abathunywa bevangeli nabaveleli abahambahambayo kwizabelo zabo.
Ehlabathini lonke bayi-22 719 abasebenza kwiiofisi zamasebe. Bonke bangamalungu Elungiselelo Lehlabathi Lonke Labakhonzi Abakwinkonzo Ekhethekileyo Yexesha Elizeleyo YamaNgqina KaYehova.