Indibano Yesiphaluka Ka-2019-2020—Kunye Nommeli Wesebe
Jonga ucwangciso lwale ndibano yesiphaluka, oluneentetho eziza kwenziwa ngummeli wesebe. Indibano yesiphaluka enomxholo othi “Thanda UYehova Ngentliziyo Yakho Yonke.”
Thanda UYehova Ngentliziyo Yakho Yonke
Le ndibano iza kusinceda simthande kakhulu uYehova ize isikhuthaze ukuba sibathande abanye ngaphezu kokuba sizithanda.
Mamela Iimpendulo Zale Mibuzo
Le mibuzo iza kuphendulwa ebudeni bocwangciso.