Ucwangciso LweNdibano Yesiphaluka Ka-2018-2019—Kunye Nommeli Wesebe
Jonga ucwangciso lwale ndibano yesiphaluka, oluneentetho eziza kwenziwa ngummeli wesebe.
Yomelela!
Le ndibano iza kusicacisela ukuba singawafumana njani amandla ukuze sibe nokholo olomeleleyo.
Mamela Iimpendulo Zale Mibuzo
Le mibuzo iza kuphendulwa kwiintetho zale ndibano.