INGOMA 148
UYehova NguMsindisi Wethu
-
1. Yehova Thixo wethu unguMsindisi,
Umhlaba nolwandle
uzenze ngokwakho.
Akakho nabani na onjengawe,
Akakho.
UMsindisi nguwe.
(CHORUS)
Yehova usindisa bonke abo
Bakuthandayo nabathembekileyo.
Ngoko thina sazisa bonke
ngawe Thixo,
Kuba nguwe wedwa Yehova
uMsindisi.
-
2. Nangona iintshaba zam zindoyikisa,
Ndithembele kuwe,
Yehova Msindisi.
Yiva isicelo sam kuwe Thixo,
Ndincede ndikhusele Thixo.
(CHORUS)
Yehova usindisa bonke abo
Bakuthandayo nabathembekileyo.
Ngoko thina sazisa bonke
ngawe Thixo,
Kuba nguwe wedwa Yehova
uMsindisi.
-
3. Siyazi Thixo uza
kusikhusela.
Iintshaba zodana,
thina ke sovuya.
Nguwe kuphela Thixo uMsindisi,
Msindisi.
Sizimela ngawe.
(CHORUS)
Yehova usindisa bonke abo
Bakuthandayo nabathembekileyo.
Ngoko thina sazisa bonke
ngawe Thixo,
Kuba nguwe wedwa Yehova
uMsindisi.
(Funda nezi: INdu. 18:1, 2; 144:1, 2.)