Ingoma 143
Ukukhanya Kwihlabathi Elisebumnyameni
Dawunlowuda:
-
Ngemihla yabangendawo
Kukho ukukhanya.
Sinika bonke abantu
Ithemba lekamva.
(CHORUS)
Siyashumayela,
Siyalikhanyisela
Ihlabathi lonke.
Sinceda abantu
Abasebumnyameni
Bokomoya.
-
Sivusa abaleleyo.
Limkile ixesha.
Sinika ithemba kubo,
Sibathandazele.
(CHORUS)
Siyashumayela,
Siyalikhanyisela
Ihlabathi lonke.
Sinceda abantu
Abasebumnyameni
Bokomoya.
(Bona nezi: Yoh. 3:19; 8:12; Roma 13:11, 12; 1 Pet. 2:9.)