Masaneleni
Dawunlowuda:
1. Zonke izinto ezintle
Kuba ngathi zizosonwabisa.
Ukuba sizifuna zonke,
Siza kuba sengxakini.
(CHORUS)
Masaneleni.
UYehov’ uzos’ nceda.
Masaneleni sizovuya.
Masaneleni,
Sizokukhululeka
Masaneleni sizovuya.
2. Sinendlu yokuhlala,
Ukutya kwanempahla.
Uk’ba siyonela zezizinto,
Sizovuya s’benoxolo.
(CHORUS)
Masaneleni.
UYehov’ uzos’ nceda.
Masaneleni sizovuya.
Masaneleni,
Sizokukhululeka
Masaneleni sizovuya.
(BRIDGE)
Uyabona xa s’zama.
Uzosisikelela.
UThixo uyas’thanda.
Asoze asiphoxe.
Yena siyamthemba.
3. Kumnand’ uba nezintw’ ezimbalwa!
Sonwabile asinamaxhala.
Sikhonz’ uThixo s’khululekile,
Simnika konk’ esinako.
(CHORUS)
Masaneleni.
UYehov’ uzos’ nceda.
Masaneleni sizovuya.
Masaneleni,
Sizokukhululeka
Masaneleni sizovuya.
(CHORUS)
Masaneleni.
UYehov’ uzos’ nceda.
Masaneleni sizovuya.
Masaneleni,
Sizokukhululeka
Masaneleni sizovuya.