Ndizoqinisa Ukholo Lwam
Dawunlowuda:
1. ‘Yintoni endifanele ndiyenze?’ Ndixakiwe.
Ndizibuza imibuzo,
Kodwa andifuman’ impendulo.
Ndiziphe ixesha ndakhangela inyani.
Ndanyamezela iziphazamiso.
Ndizimisele:
(CHORUS)
Uqinisa ukholo lwam.
Ndithandaze kuYehova.
Andincede ndomelele.
Uza kundiva, aze andiphendule.
Ndizoqina,
Ndizomthemba,
Ndomelele.
2. UMtyholi uzama usilahlekisa. Siphambuke.
Soze ndimvumele mna
Ngenxa yokuba ndizithembe kakhulu.
Andijongi kwanto enokuphazamisa
Ndingayithemba iBhayibhile!
Ndizozimisela!
(CHORUS)
Uqinisa ukholo lwam.
Ndithandaze kuYehova.
Andincede ndomelele.
Uza kundiva, aze andiphendule.
Ndizoqina,
Ndizomthemba,
Ndomelele.
(BRIDGE)
Ndingancedwa yivesi, nokucinga,
okanye ibe ngamazwi engoma.
Nditsho ndiphenduleke kumthandazo wam.
Ndiz’misele.
(CHORUS)
Uqinisa ukholo lwam.
Ndithandaze kuYehova.
Andincede ndomelele.
Uyandiphendula, kuba undenza ndimthembe.
Ndomelele,
Ndomelele,
Ndomelele,
Ndomelele,
Ndomelele,
Ndomelele.