Thob’ Isantya
1.Khawuleza, suk’baleka
Ak’lulanga xa wonwabile.
Kodwa asikhuphisani;
Xa sikunye nabahlobo bethu
(CHORUS)
Thob’ isantya.
Kunandiph’ okwenzayo.
Wuthand’ umsebenz’ wakho.
Thob’ isantya.
2.Ulindelwe zizinto—
Nabantu bafuna uncedo—
Kufuneka ubancede.
Thand’ abahlobo;
Ubaxelele.
(CHORUS)
Thob’ isantya.
Kunandiph’ okwenzayo.
Wuthand’ umsebenz’ wakho.
Thob’ isantya.
3.Uleqa entsimini.
Awazi nok’ba ukhona umntu.
Jonga abakudlulayo.
Mhlawumbi,
Ungamfumana onomdla.
(CHORUS)
Thob’ isantya.
Kunandiph’ okwenzayo.
Wuthand’ umsebenz’ wakho.
Thob’ isantya.
Ow. Thob’ isantya!