Ukumelana Namaxesha Anzima
AmaNgqina KaYehova aye onwaba kakhulu nangona eneengxaki zempilo.
“UYehova Wasindisa Ubomi Bethu”
USowbhagya wayengenathemba kangangokuba waye wabona ukuba makazibulale yena nentombi yakhe. Yintoni eyamnceda watshintsha indlela awayecinga ngayo neyamnika isizathu sokuphila?
UDeJanerio Brown: Wehlelwa Yintlungu Kodwa Wanyamezela
UYehova ubanceda njani abantu bakhe abehlelwa zizinto ezibuhlungu bengalindelanga?
Wazincama Nangona Eneengxaki Zempilo
Wakwazi njani uMaria Lúcia ukunceda abanye nangona engaboni ibe engeva?
Bakhonza UYehova Nangona Kunzima EVenezuela
Abazalwana noodade wethu abaseVenezuela bakukhuthalele ukushumayela ibe ‘bayathuthuzelana.’
Uthuthuzela Abanye Nangona Enengxaki Yempilo
UClodean zange azisizele, ngoko wacela uYehova ukuba amnike amandla okuthuthuzela abanye.
Iyeza Lakhe Kukukhonza UThixo!
UOnesmus wazalwana enesifo samathambo. Zimncede njani izithembiso zikaThixo eziseBhayibhileni?
Ukomelela Ngoxa Ndibuthathaka
Ukholo lwebhinqa elisebenzisa isitulo esinamavili lwalinceda lafumana “amandla angaphaya koko kuqhelekileyo.”
UYehova undinike okungaphezu koko bekundifanele
UFélix Alarcón wafumana injongo yobomi nangona wafumana ingozi yesithuthuthu eyamshiya engumlwelwe ukususela entanyeni ukwehla.
Ndafumana Ithemba Xa Kanye Ndandilifuna
Xa wayeneminyaka eyi-20, uMiklós Aleksza waba ngumlwelwe ngenxa yengozi. IBhayibhile yamnceda njani wafumana ithemba ngekamva?
Ukuphila Ngokumpampatha
UJames Ryan wazalwa esisithulu ibe kamva waba yimfama. Yintoni le yenze ubomi bakhe banenjongo?
Ukungeva Ngeendlebe Akuzange Kundinqande Ekufundiseni Abantu
UWalter Markin akeva ngeendlebe, kodwa uphile ubomi obumnandi nobanelisayo enkonzweni kaYehova uThixo.
Amehlo KaJairo Amnceda Akhonze UThixo
Nangona enesigulo esibuhlungu, uJairo usabonwabele ubomi ibe uphila ubomi obunenjongo.
Ndafumana Inyaniso Ndingenazandla Nangalo
Umfana owafumana ingozi eyamenza wangumlwelwe, sekunjalo waba nezizathu zokukholelwa kuMdali.
“Andifuni Ukucinga Kakhulu Ngokugula Kwam”
Yintoni enceda uElisa ahlale enyamezele isifo esibuhlungu nesinganyangekiyo, ade maxa wambi alibale nokuba uyagula?
Akazange Agungqe Kwiinkolelo Zakhe
USong Hee Kang wakwazi ukumelana nesigulo esibulalayo xa wayeneminyaka eyi-14.