Inkcazelo Ebangel’ Umdla—
- Abemi—321 773 600
- Abashumayeli abafundisa iBhayibhile—
- Amabandla—
- Umlinganiselo wamaNgqina kaYehova kubemi—1 kwabayi-261
Kwidolophu YaseOstriya Kuhlonitshwa AmaNgqina KaYehova Ayi-31 Awabulawa NgamaNazi
Ilitye LaseTechelsberg lalenzelwe ukukhumbula amaNgqina KaYehova awaphathwa kabuhlungu ngamaNazi ngeMfazwe Yehlabathi II.
IMBONISELO—EFUNDWAYO
Ndalahlekelwa NguTata—Ndaza Ndafumana UBawo
Funda ibali lobomi likaGerrit Lösch, olilungu leQumrhu Elilawulayo.
AmaNgqina KaYehova Awongwa KwiNkampu Yoxinaniso YaseGusen
NgoAprili 13, 2014, kwatyhilwa ilitye elenzelwe ukukhumbula amaNgqina kaYehova ayi-450 ayebanjwe ngamaNazi kwiinkampu zoxinaniso eziseAustria, iMauthausen neGusen.
IOstriya Yayalelwa Ukuba Ibhatale AmaNgqina KaYehova Ngenxa Yokuwaphatha Kakubi
NgoSeptemba 25, 2012, iNkundla yaseYurophu Elwela Amalungelo Abantu yafikelela kwisigqibo sokuba urhulumente waseOstriya unetyala lokuphatha kakubi amaNgqina kaYehova.