Yiya kwinkcazelo

Uzbekistan

Izinto Ezibalulekileyo Ezenzeke EUzbekistan

Izinto Ezibalulekileyo Ezenzeke EUzbekistan
  1. NGOFEBRUWARI 19, 2009—Amagosa akasivumi isicela se-16 sokubhaliswa kwamaNgqina eTashkent. Izicelo zangaphambili zange zivunywe ngo-1997, 1998, 2000, 2001, 2003, 2004, 2005, nango-2006

  2. NGOAGASTI 24, 2006—Urhulumente uphelisa ukubhaliswa kweenkonzo zasekuhlaleni ekuthiwa yiLRO eFergana

  3. NGOAGASTI 1999—Urhulumente uphinda abhalise inkonzo yasekuhlaleni yamaNgqina eChirchik naseFergana

  4. NGOMEYI 1, 1998—Urhulumente unyanzelisa umthetho olawula iintlangano zonqulo ibe ufuna ukuba ziphinde zibhaliswe

  5. NGODISEMBA 1996—Urhulumente akasivumi isicelo sokuqala sokubhaliswa eTashkent

  6. NGODISEMBA 17, 1994—Urhulumente ubhalisa iinkonzo zasekuhlaleni zamaNgqina kaYehova eChirchik naseFergana

  7. NGODISEMBA 8, 1992—Urhulumente omtsha wamkela umthetho oqinisekisa amalungelo abantu

  8. NGOSEPTEMBA 1, 1991—IUzbekistan iba lilizwe elizimeleyo

  9. NGOO-1960—Ingxelo yokuqala yamaNgqina kaYehova eAngren naseChirchik