Izinto Ezibalulekileyo Ezenzeke EFrance
NGO-2014—AmaNgqina kaYehova aziwa njengabefundisi basetrongweni, loo nto yanceda bayeka ukuphathwa kakubi okwaqala ngo-1995 kwingxelo yasePalamente
NGOJUNI 30, 2011—INkundla Yamalungelo Abantu YaseYurophu iye yagweba iFrance ngokumosha ilungelo lokukhonza lamaNgqina kaYehova (ATJ v. France)
NGO-2000—IThe Council of State iyavuma ukuba izinto zasekuhlaleni ezibhalisiweyo zezenkonzo ibe akunyanzelekanga zibhatalelwe irhafu
NGO-1995—Kwingxelo yayo “Iqela laseFrance,” iKomishoni Ephandayo YasePalamente ithetha kakubi ngamaNgqina kaYehova
NGO-1993—IThe Council of State ithi iiHolo ZoBukumkani zentlangano ebhalisiweyo ngokusemthethweni zisetyenziselwa ukukhonza ibe akunyanzelekanga zibhatalelwe irhafu
NGOSEPTEMBA 1947—INtlangano iLes Témoins de Jéhovah ibhaliswa ngokusemthethweni
NGO-OKTOBHA 1939—IFrance iyayivala intlangano yamaNgqina kaYehova
NGO-1930—IWatch Tower Society ivula iofisi yesebe eParis
NGOAGASTI 27, 1919—Kuqaliswa iFrench International Bible Students Association nekomkhulu layo eParis
NGO-1906—Kubhaliswa iqela lokuqala laBafundi BeBhayibhile eFrance