Yiya kwinkcazelo

Ukukhulisa Abantwana

Indlela Yokuba Ngumzali Ofanelekileyo

Indlela Onokuba Ngutata Olungileyo Ngayo

Uhlobo lomyeni olulo xa umfazi wakho ekhulelwe, lubonisa uhlobo lotata oza lulo xa sele umntwana ezelwe.

Into Abamele Bayazi Abazali Ngokusa Abantwana Ekhrishi

Zibuze le mibuzo mine ukuze ubone ukuba umntwana wakho ungamsa na ekhrishi.

Ubonakala Njani Umzali Olungileyo?

Unokubakhulisa njani abantwana abaqeqesheke kakuhle?

Ukunceda Abantwana Bayisebenzise Kakuhle Ifowuni

Nabantwana abakwaziyo ukuzisebenzisa iifowuni kufuneka bancedwe ngabazali.

Khusela Umntwana Wakho Kwiphonografi

Umntwana wakho usenokuyibona lula iphonografi, ngaphezu kokuba ucinga. Into omele uyazi nendlela onokumkhusela ngayo.

Kutheni Kubalulekile Ukuba Abantwana Bafunde—Inxalenye 1: Ukufunda Okanye Ukubukela?

Abantwana abaninzi bakhetha ukubukela iividiyo. Abazali banokubanceda njani bakuthande ukufunda?

Ukuphumeza Imbopheleleko Yokuba Ngumzali

Unokubanceda njani abantwana bakho bajongane neengxaki zokuziphatha zale mihla?

Nceda Abantwana Bakho Bamelane Neendaba Ezoyikisayo

Abazali bangabanceda njani abantwana babo ukuba bangakhathazwa ziindaba Ezoyikisayo?

Ukonwaba Kosapho—Mababone Kuwe

Ukuba ufuna abantwana bakho bazive izinto ozithethayo, zenze.

Xa Umntwana Wakho Enesiphene

Funda ngeengxaki ezi-3 neendlela zokusebenzisa ubulumko beBhayibhile ukuze uzoyise.

Uqeqesho

Ukunceda Umntwana Acinge Xa Edlala

Le ndlela yokudlala iluncedo kakhulu kunokulungiselela umntwana izinto aza kudlala ngazo.

Imisebenzi Yasekhaya Ibalulekile

Ngaba niyonqena ukunika abantwana imisebenzi ekhaya? Ukuba niyonqena, khanifunde indlela ukunceda ekhaya okunokubafundisa ngayo ukwazi imisebenzi abamele bayenze kuze kubavuyise.

Ukukhulisa Abantwana Abangacingeli Iziqu Zabo Kuphela Kweli Hlabathi Linabantu Abazicingelayo

Khawufunde ngezi ndlela zintathu onokunceda ngazo abantwana bakho bakuphephe ukucingela iziqu zabo kuphela.

Fundisa Abantwana Bakho Ukuba Babonise Umbulelo

Nabantwana abancinci banokufunda ukuthi enkosi xa kukho umntu obapha into okanye onobubele kubo.

Bafundise Imilinganiselo Yokuziphatha Abantwana Bakho

Ngaba abantwana bakho bayayazi inyani ngesini? Funda ngemilinganiselo ebekwe nguThixo noko unokukufundisa abantwana bakho

Mfundise Ukuba Ayazi Into Elungileyo Nengalunganga

Xa ubafundise ukwazi into elungileyo nengalunganga banokuyazi indlela amabaphile ngayo kwixa elizayo.

Indlela Yokuqeqesha Abantwana

Umzekelo kaYesu unokukunceda njani ube ngumzali ophumelelayo?

Mfundise Ukuba Abe Ngumntu Onokuthenjwa

Umntwana ufunda xa engakanani ukuba ngumntu onokuthenjwa? Xa esemncinci okanye sele emdala?

Indlela Yokufundisa Umntwana Wakho

Ukuqeqesha kuthetha okungaphaya kwemithetho nesohlwayo.

Mfundise Ukuba Angatyhafi

Abantwana abafundiswe ukuba bangatyhafi ngabona bakwaziyo ukujongana neengxaki zobomi.

Fundisa Abantwana Bakho Ukungancami

Xa ubona umntwana wakho esenza umsebenzi onzima, ngaba ufanele ukhawuleze umncedise? Okanye kufuneka umfundise indlela yokunyamezela ingxaki?

Indlela Yokunceda Abantwana Bamelane Nokuphoxeka

Ukuphoxeka yinto eyenzekayo ebomini. Nceda abantwana bakho baqonde ukuba banokungaphumeleli uze ubancede bayazi indlela yokumelana noko kungaphumeleli.

Ungamnceda Njani Umntwana Wakho Apase Esikolweni?

Jonga ukuba yintoni ingxaki uze umkhuthaze ukuba afunde.

Ndimele Ndenze Ntoni Xa Umntwana Wam Entlontwa?

Izinto ezine ezinokukunceda ukwazi ukunceda umntwana wakho xa entlontwa.

Ungabancoma Njani Abantwana?

Inye indlela yokuncoma abantwana ebonakale iphumelela.

Ukunceda Umntwana Wakho Amelane Nokufikisa

Amacebiso amahlanu asekelwe eBhayibhileni anokulenza libe lula eli xesha.

Xa Umntwana Wakho Ebuza Ngokufa

Amanyathelo amane anokukunceda uphendule imibuzo yabo, nendlela yokubanceda bamelane nentlungu yokufelwa.

Abantwana Bangafunda Njani Ukuthanda UThixo?

Ungayifikelela njani intliziyo yomntwana ngeBhayibhile?

Ncokola Nabantwana Bakho Ngocalucalulo

Amacebiso axhomekeke kwiminyaka yomntwana wakho anokukunceda ukwazi ukumnceda angabi nocalucalulo ngenxa yokuba ebona abanye.

Abazali Bangabafundisa Njani Abantwana Babo Ngesini?

IBhayibhile inemigaqo eluncedo ukuze uthethe nabantwana bakho ngesini uze ubakhusele kubantu abaxhaphazayo.

Fundisa Umntwana Wakho Ngesondo

Abasebatsha bachanabeke kwimiyalezo yesondo besebancinane kakhulu. Oko umele ukwazi? Yintoni onokuyenza ukuze ukhusele abantwana bakho?

Ncokola Nabantwana Bakho Ngesondo

Kubalulekile ukuba nithethe nabo. Funda indlela onokuncokola ngayo ngalo mba.

Khusela Abantwana Bakho

USihle noAvela bafumana amacebiso okubakhusela.

Ukuthetha Nabantwana Ngendlela Yokusebenzisa Utywala

Abazali banokuthetha njani okanye nini nabantwana ngalo mxholo?

Uqeqesho

Fundisa Abantwana Bakho Ukuzibamba

Ukusoloko unika abantwana yonke into abayifunayo kunokubenza bangakwazi ukufunda izinto ezibalulekileyo.

Fundisa Abantwana Ukuthobeka

Fundisa umntwana wakho ukuthobeka kodwa kwangaxeshanye angazijongeli phantsi.

Ukuqeqesha Abantwana

Ukungabaqeqeshi ngendlela efanayo abantwana kunokudala iingxaki emtshatweni. Funda ngento izibini ezitshatileyo ezinokuyenza.

Yaphelela Phi Ingqeqesho?

Ngaba ingxaki eyaqala kwiminyaka yoo-1960 isenefuthe kwindlela abakhuliswa ngayo abantwana?

Umele Ubaqeqeshe Njani Abantwana Bakho?

IBhayibhile ichaza iindlela eziyi-3 zokuqeqesha ngokuphumelelayo

Ukufundisa Abantwana Ukuba Bathobele

Ngaba wena nomntwana wakho nisoloko nisedabini, kwaye kubonakala ngathi nguye osoloko ephumelela? Amacebiso amahlanu anokuba luncedo.

Mfundise Ukuzibamba

Kutheni kubalulekile ukuzibamba, kwaye yintoni esinokuyenza ukuze sikwazi ukuzibamba

Mfundise Ukuthobeka

Fundisa abantwana ukuthobeka, loo nto iza kubanceda ngoku naxa bebadala.

Indlela Yokuthi “Hayi”

Kuthekani ukuba umntwana wakho ukuqhatha ngokukhwina okanye ngokukucenga?

Oko Unokukwenza Xa Umntwana Wakho Enomsindo

Yintoni onokuyenza xa umntwana wakho enomsindo? IBhayibhile inokukunceda kule ngxaki.

Xa Umntwana Wakho Exoka

Ufanele wenze ntoni xa umntwana wakho exoka? Eli nqaku lithetha ngamacebiso aseBhayibhileni anokukuncenda ufundise umntwana wakho ukubaluleka kokuthetha inyani.